Mandinaye Songtext
von Sun‐El Musician feat. Ami Faku
Mandinaye Songtext
Hayi andizenzi mfethu
Nkathalo itshon′ emuva
Ilandwa yinkolo yami
Yokuthi ndileq' iphupha elinguwe
Kum′ ilizwe kofika wena
Nomphefumulo uphel' amandla
Ndimelwe yintliziyo, nengqondo, nes'milo
Mandinaye
Inkathalo ivelile
Mandinaye, empilweni yami
Kufika imincumo ebambeka nzima
Konwaba nabazali ndothi nam ndinaye
Mandinaye, inkathalo ivelile
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Hayi andizenzi mfethu
Nkathalo itshon′ emuva
Ilandwa yinkolo yami
Yokuthi ndileq′ iphupha elinguwe
Kum' ilizwe kofika wena
Nomphefumlo uphel′ amandla
Ndimelwe yintlizo, nengqondo, nes'milo
Mandinaye
Inkathalo ivelile
Mandinaye, empilweni yami
Kufika imincumo ebambeka nzima
Konwaba nabazali ndothi nam ndinaye
Mandinaye, inkathalo ivelile
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Nkathalo itshon′ emuva
Ilandwa yinkolo yami
Yokuthi ndileq' iphupha elinguwe
Kum′ ilizwe kofika wena
Nomphefumulo uphel' amandla
Ndimelwe yintliziyo, nengqondo, nes'milo
Mandinaye
Inkathalo ivelile
Mandinaye, empilweni yami
Kufika imincumo ebambeka nzima
Konwaba nabazali ndothi nam ndinaye
Mandinaye, inkathalo ivelile
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Hayi andizenzi mfethu
Nkathalo itshon′ emuva
Ilandwa yinkolo yami
Yokuthi ndileq′ iphupha elinguwe
Kum' ilizwe kofika wena
Nomphefumlo uphel′ amandla
Ndimelwe yintlizo, nengqondo, nes'milo
Mandinaye
Inkathalo ivelile
Mandinaye, empilweni yami
Kufika imincumo ebambeka nzima
Konwaba nabazali ndothi nam ndinaye
Mandinaye, inkathalo ivelile
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Mandinaye
Writer(s): Sanele Sithole, Ami Faku Lyrics powered by www.musixmatch.com