Songtexte.com Drucklogo

Salanabani Songtext

Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe?

Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe

Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe?


Ngabe nguwe lona
Oth′ ufuna ukuhamba
Uyayazukuba andiphili ngaphandle kwakho
Uthi ndenzenjani
Xa konke kuphelile?
Ulithatha iphupha lami
Khawundixelele
Ndikwenzeni na?
Bendizama ukubonis'uthando lwami
Masinganikezeli emva, konke sidlule kuko
Ntliziyo yami
Ndayinika wena

Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe

Ndosala nobani
Xa ndishiywa nguwe?
Xa ndishiywa nguwe

Kutheni undibulala?
Ufun′undibulala
Wen', undibulala
Musa ukundibulala
Ufun'undibulala
Sukundibulala

Kutheni undibulala?
Ufun′undibulala
Wen′, undibulala

Songtext kommentieren

Log dich ein um einen Eintrag zu schreiben.
Schreibe den ersten Kommentar!

Quiz
Welcher Song ist nicht von Britney Spears?

Fans

»Salanabani« gefällt bisher niemandem.