Songtexte.com Drucklogo

Bantu Biko Street (Orchestra And Vocal) Songtext
von Simphiwe Dana

Bantu Biko Street (Orchestra And Vocal) Songtext

Noba esisipaji
Singenayw′ imali
Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
(R E P E A T)
Noba esisipaji
Singenayw′ imali
Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
Andinayw' imali


Yokuthenga zonke
(Ezazizezam azikhw′ eZazulwana)
Kodwa ndakuthusa
Xa kuthiwa makuyiwe
(Kudala ndiw′ gangatha kuphil' akuthengwa)
Akuthengwa
(Kuphil′ akuthengwa)
Yintoni leyo
(Kuphil' akuthengwa)
Khuza wena
Asinakuyazi, hayi isimanga
Nawe Mongameli
Xa ubon′ abantu bakho
(Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe)
Wena Mongameli
Fundis′ abantwana bethu
(Nants' intw' esay′ lwela ungathi ulibele)
Sihamba nzima
(Sihamba nzima)
Siyazama
(Sihamba nzima)
Khuza wena
(Ngathi sowubon′ indifanele le ndawo)

Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb′ eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb′ eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
Sizwe esimnyama
Soya njalo phambili
(Soya njalo phambili xa sime sibanye)
Sizwe esintsundu
Ungayek' ukukhathala
(Kungaba kuphelile xa ungakhathali)
Wawukhona
(Wawukhona)
Besithathela konke
(Wawukhona)
Sakhal′ inyembezi
(Thina sobabini sivela eGolgotha)
Emaphupheni nasezitoyitoyini
(Singa singahlala siyikhangela ihambo)
Ezingcingeni nasezinkonzweni
(Siyakuzinceda siyikhangele ihambo)
Hamba njalo
(Hamba njalo)
Sukoyika
(Hamba njalo)
Ngoba kufanele
Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga
Noba esisipaji
Singenayw' imali
Ndosiphatha xa ndihamb′ eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa
Noba esisipaji
Singenayw′ imali
Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street
Wathi qala ngaphakathi
Noba esisiqhova
Singenasidima
Ndosithwala dade
Andinakuxelelwa
Ngugi wandifundisa

Songtext kommentieren

Log dich ein um einen Eintrag zu schreiben.
Schreibe den ersten Kommentar!

Beliebte Songtexte
von Simphiwe Dana

Quiz
Wer besingt den „Summer of '69“?

Fans

»Bantu Biko Street (Orchestra And Vocal)« gefällt bisher niemandem.