Ekuseni Songtext
von Ringo Madlingozi
Ekuseni Songtext
umathandile ekuseni o′qla ehlala ekujola
o'qla inyani uyazi
hayi umthandile na thandile na
uyamthanda ng′k ak'bambe ngo kwakhe
ng'k azi bongalalise uza bona nge zenzo
uyathanda ngiyamfuna
ng′k ak′afune ngo kwakhe ng'ke ak′fonele
uya'kthanda ingaba wuwe
umthandile ekuseni o′qala ehlala ekujola
o'qla inyani uyazi
hayi umthandile na thandile na
ingaba nguwe thandile na ebusuku noba sekusola
noba uyaz umsulwa
ngab umthandile na thandile na
u′gam phekisi naninina
iba naye, hamba naye, iba naye emphefumlweni, ungam ngalwi naye naninina
kubu uyam thanda maka yazi umthanda maka yaz ubona yena yedwa
ama'qlesha u'ngeko
ingaba wuyeeee
umthandile na ekuseni o′qla ehlale ukujola
o′qla inYani uyazi
umthandile na thandile na
umthandile na ebusuku ngoba sekusola ngoba uyaz umsulwa X2
hlala ngikuthanda X4

Writer(s): Madlingozi Ringo Lyrics powered by www.musixmatch.com