Songtexte.com Drucklogo

Ilanga Songtext
von Buhlebendalo

Ilanga Songtext

I ye e e, i ye e e e e
I ye e e, i ye i ye
I ye e e, i ye e e e e
I ye e e, i ye i ye

Oh, langa, uyazi uthando lusiphulile
O sithandwa
Uyazi ndakuthembisa soze ndibuyele

Kodwa xandinawe
Ndilibala zonke iinhlungu zothando
Imfudumalo yakho
Indilibalisa zonke iinhlungu zothando


Ndingabalilanga
Ndibeyinyanga
Ndibe yonke, yonke oyifunayo
Ndingabalilanga
Ndibeyinyanga
Ndibe yonke, yonke oyifunayo
Iza kum′ nana, iza kum' nunu
Iza kum′ ndibe
Yonke oyifunayo
Iza kum' nana, iza kum' nunu
Ndibeyonke
Yonke oyifunayo

Othandweni akulahlwa mbeleko ngakufelwa
Ngizokhohlwa ongibulalayo sengithole ongangifela
Ngikhumbula ngikhala ngithi uthando lungehlule
Kwafik′isthunywa sangiduduza
Sengithule
Ngithi uwena loyo
Uwena loyo mamazi lami
Ay ngibong′ogogo
Ngibong'ogogo ngawe
Ngithi uwena loyo
Uwena loyo mamazi lami
Ay ngibong′ogogo
Ngibong'ogogo ngawe

Mna xandinawe (mang′nawe)
Ndilibala zonke iinhlungu zalomhlaba (zonke, zonke)
Imfudumalo yakho (o yakho)
Indilibalisa zonke iinhlungu zothando (zonke)
Zothando, thando (zonke)


I ye e e, i ye e e e e (ba ba ba)
I ye e e, i ye i ye (ba ba ba da da)
I ye e e, i ye e e e e (ba ba ba)
I ye e e, i ye i ye (ba ba ba da da)

Ndingabalilanga (ngingabayilanga)
Ndibeyinyanga (ngibeyinyanga)
Ndibe yonke, yonke oyifunayo (yonke)
Ndingabalilanga (ngingaba yilanga)
Ndibeyinyanga (ngibeyinyanga)
Ndibe yonke, yonke oyifunayo
Iza kum' nana, iza kum′ nunu
Iza kum' ndibe
Yonke oyifunayo
Iza kum' nana, iza kum′ nunu
Ndibeyonke
Yonke oyifunayo

Songtext kommentieren

Log dich ein um einen Eintrag zu schreiben.
Schreibe den ersten Kommentar!

Quiz
Wer will in seinem Song aufgeweckt werden?

Fans

»Ilanga« gefällt bisher niemandem.